Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Matshi 20-26

YEREMIYA 8-11

Matshi 20-26
  • Ingoma 117 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Abantu Banokuphumelela Kuphela Ukuba Bakhokelwa NguYehova”: (imiz. 10)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Yer 9:24—Kukuphi ukuba nelunda okufanelekileyo? (w13 1/15 20 ¶16)

    • Yer 11:10—Kwakutheni ukuze uYeremiya aquke ubukumkani bezizwe ezilishumi basemntla kwizibhengezo zakhe, ngoxa iSamariya yayisele yawayo ngowama-740 B.C.E.? (w07 3/15 9 ¶2)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Yer 11:6-16

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Isimemo seSikhumbuzo nangaphandle kwiwp17.2—Yenza amalungiselelo okubuyela.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Isimemo seSikhumbuzo nangaphandle kwiwp17.2—Yenza amalungiselelo okubuyela.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) ll iphe. 4-5 (Umfundi angakhetha imifanekiso afuna ukuthetha ngayo.)—Mmemele eSikhumbuzweni.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU