Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Matshi 6-12

YEREMIYA 1–4

Matshi 6-12
  • Ingoma 23 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Ndinawe Ukuba Ndikuhlangule”: (imiz. 10)

    • [Dlala ividiyo ethi Intshayelelo kaYeremiya.]

    • Yer 1:6—UYeremiya wayethandabuza ukwamkela isabelo sakhe esitsha (w11 3/15 29 ¶4)

    • Yer 1:7-10, 17-19—UYehova wathembisa uYeremiya ukuba uza kumxhasa aze amncede (w05 12/15 23 ¶18; jr 88 ¶14-15)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Yer 2:13, 18—Ziziphi izinto ezimbini ezimbi ezenziwa ngamaSirayeli angathembekanga? (w07 3/15 9 ¶8)

    • Yer 4:10—UYehova ‘wayebakhohlise’ njani abantu bakhe? (w07 3/15 9 ¶4)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Yer 4:1-10

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Lungiselela Iintshumayelo Zale Nyanga: (imiz. 15) Ingxubusho esekelwe “Kwiintshayelelo Onokuzisebenzisa.” Dlala ividiyo yentshumayelo nganye onokuyisebenzisa uze emva koko uxubushe iingongoma eziphambili.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU