“Ndinawe Ukuba Ndikuhlangule”
Kusenokwenzeka ukuba uYeremiya wayeneminyaka emalunga neyi-25 xa uYehova wammiselayo ukuba abe ngumprofeti. UYeremiya wayeziva engasifanelekeli esi sabelo, kodwa uYehova wamthembisa ukuba uza kuqhubeka emxhasa.
-
Ngo-647
UYeremiya umiselwa njengomprofeti
-
Ngo-607
IYerusalem iyatshatyalaliswa
-
Ngo-580
Kugqitywa ukubhalwa
Imihla ka-B.C.E.