ESlovenia kumenyelwa abantu eSikhumbuzweni

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO Matshi 2018

Iincoko Onokuzisebenzisa

Iincoko onokuzisebenzisa xa umemela abantu kwiSikhumbuzo nemibuzo ethi: Kwakutheni ukuze uYesu afe? Intlawulelo isinceda njani?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“Nabani Na Ofuna Ukuba Mkhulu Phakathi Kwenu Makabe Ngumlungiseleli Wenu”

Ngaba sikhangela imisebenzi eza kusenza sibonwe ngabanye size sinconywe? Umlungiseleli othobekileyo udla ngokwenza imisebenzi eza kubonwa nguYehova kuphela.

UBUNCWANE OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Thobela Imiyalelo Emibini Emikhulu

EBhayibhileni uYesu wathi yeyiphi imiyalelo emibini emikhulu? Yintoni esinokuyenza ukuze sibonakalise ukuba siyayithobela le miyalelo?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Izinto Ezinokukunceda Ubonise Ukuba Uthanda UThixo Nommelwane

Simele sithande uThixo nommelwane. Enye indlela ebalulekileyo yokubonisa olo thando kukufunda iBhayibhile yonke imihla.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Hlala Unokholo Olomeleleyo Kule Mihla Yokugqibela

Abantu abaninzi baye bavumela izinto eziqhelekileyo zobomi ukuba zibaphazamise ekwenzeni ukuthanda kukaThixo. AmaKristu anokholo olomeleleyo ahluke njani?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Sisondele Kwisiphelo Sale Nkqubo Yezinto

Amazwi kaYesu abonisa njani ukuba siphila kwimihla yokugqibela? Lo mbuzo neminye iyaphendulwa kwividiyo ethi, ‘Sisondele Kwisiphelo Sale Nkqubo Yezinto.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“Hlalani Nilindile”

Kumzekeliso weentombi ezilishumi, ngubani umyeni, ngoobani iintombi eziziingqondi, ingoobani iintombi ezizizidenge? Uthetha ntoni lo mzekeliso kuwe?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ukuphucula Ubuchule Bethu Bokushumayela—Masizifundise Ukulungiselela Izifundo Zethu

Sisaqala nje ukumfundela umntu, simele simncede abe nomdla wokusilungiselela isifundo sakhe. Sinokuyenza njani loo nto?