Matshi 12-18
MATEYU 22–23
Ingoma 91 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Thobela Imiyalelo Emibini Emikhulu”: (imiz. 10)
Mat 22:36-38—Ezi vesi zikuchaza njani oko kuthethwa kukuthobela oyena myalelo mkhulu nongowokuqala eMthethweni? (ingcaciso kaMateyu 22:37)
Mat 22:39—Ngowuphi oyena myalelo mkhulu nongowesibini eMthethweni? (Ingcaciso)
Mat 22:40—Zonke iZibhalo ZesiHebhere zithetha ngokuthanda uThixo nommelwane (ingcaciso)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Mat 22:1-22
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Jonga kwindawo ethi iincoko onokuzisebenzisa.
Ividiyo Yotyelelo Lokuqala: (imiz. 5) Yidlale nize nincokole ngayo.
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh 186-187 ¶7-9—Khuthaza umfundi ukuba amemele abantu abaziyo kwiSikhumbuzo.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Ingoma 114
“Izinto Ezinokukunceda Ubonise Ukuba Uthanda UThixo Nommelwane”: (imiz. 15) Ingxubusho. Ukubonisa indlela ekubaluleke ngayo ukucingisisa ngento esiyifunda eBhayibhileni, dlala umdlalo weBhayibhile orekhodiweyo onomxholo othi, UYehova Ukuphela KoThixo Oyinyaniso—Isicatshulwa, ngoxa abaphulaphuli behambisana nalo mdlalo ngokufunda incwadi yokuqala yooKumkani 18:17-46.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv isahl. 5 isiqe. 1-6 nebhokisi ethi “AmaKristu Amandulo Angazange Athathe Cala” nethi “Ngaba Andithathi Cala Kwipolitiki?”
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 7 Nomthandazo