Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Matshi 5-11

MATEYU 20–21

Matshi 5-11
  • Ingoma 153 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Nabani Na Ofuna Ukuba Mkhulu Phakathi Kwenu Makabe Ngumlungiseleli Wenu”: (imiz. 10)

    • Mat 20:3—Ababhali nabaFarisi babekuthanda ukubonwa nokubuliswa “kwindawo yemarike” (umfanekiso)

    • Mat 20:20, 21—Abapostile ababini babefuna uzuko nesikhundla (ingcaciso)

    • Mat 20:25-28—UYesu wathi abalandeli bakhe mababe ngabalungiseleli abathobekileyo (ingcaciso)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Mat 21:9—Xa izihlwele zazikhwaza zisithi: “Siyathandaza, sindisa uNyana kaDavide!” zazithetha ukuthini? (ingcaciso)

    • Mat 21:18, 19—Kwakutheni ukuze uYesu enze umthi womkhiwane ubune? (jy-E 244 ¶4-6)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Mat 20:1-19

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 122

  • Iimfuno Zebandla: (imiz. 5)

  • Okufezwe Yintlangano: (imiz. 10) Dlala ividiyo ethi Okufezwe Yintlangano yangoMatshi.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv isihlomelo iphe. 209-212

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 145 Nomthandazo