“Nabani Na Ofuna Ukuba Mkhulu Phakathi Kwenu Makabe Ngumlungiseleli Wenu”
Ababhali nabaFarisi babesenza izinto kuba befuna ukubonwa nokunconywa ngabantu. (Mat 23:5-7) UYesu wayengafani nabo. (Mat 20:28) “UNyana womntu weza, kungekhona ukuze alungiselelwe, kodwa ukuze alungiselele.” Ngaba sikhangela imisebenzi eza kusenza sibonwe ngabanye size sinconywe? UmKirstu uba mkhulu xa enceda abanye. Imisebenzi enjalo idla ngokungabonwa ngabantu kodwa ibonwa kuphela nguYehova. (Mat 6:1-4) Umlungiseleli othobekileyo uza . . .
-
kuncedisa ekucoceni nasekugcineni iHolo YoBukumkani intle
-
kunceda abo bakhulileyo nabanye
-
kuxhasa umsebenzi woBukumkani ngokunikela