Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Matshi 19-25

MATEYU 24

Matshi 19-25
  • Ingoma 43 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Hlala Unokholo Olomeleleyo Kule Mihla Yokugqibela”: (imiz. 10)

    • Mat 24:12—Uthando lwabantu luya kuphola ngenxa yokwanda kokungathotyelwa komthetho (it-2-E 279 ¶6)

    • Mat 24:39—Abanye abantu bazixhalabisa kakhulu ngezinto eziqhelekileyo zobu bomi nto leyo ebaphazamisayo elukholweni (w99 11/15 19 ¶5)

    • Mat 24:44—INkosi iza kufika ngexesha esingalilindelanga (jy-E 259 ¶5)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Mat 24:8—Asenokubonisa ntoni amazwi kaYesu? (ingcaciso)

    • Mat 24:20—Kwakutheni ukuze uYesu athethe la mazwi? (ingcaciso)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Mat 24:1-22

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Qala ngencoko onokuyisebenzisa. Umninimzi uthetha into edla ngokuthethwa ngabantu abangenamdla.

  • Ubuyela Okokuqala: (imiz. 3 nangaphantsi) Qala ngencoko onokuyisebenzisa. Umntu obuthethe naye akakho, uvulelwa ngomnye umntu.

  • Ividiyo Yotyelelo Lwesibini: (imiz. 5) Yidlale nize nincokole ngayo.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU