Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Sisondele Kwisiphelo Sale Nkqubo Yezinto

Sisondele Kwisiphelo Sale Nkqubo Yezinto

Bukela ividiyo ethi, Sisondele Kwisiphelo Sale Nkqubo Yezinto uze uphendule le mibuzo enamazwi akuMateyu 24:34.

  • Kuthethwa ngantoni xa kusithiwa “zonke ezi zinto”?

  • Amazwi akuEksodus 1:6 asinceda njani siqonde ‘isizukulwana’?

  • UYesu wayethetha ngesiphi isizukulwana?

  • Ngawaphi amaqela amabini ‘asesi sizukulwana’?

  • Amazwi kaYesu abonisa njani ukuba isiphelo sesisondele kakhulu?