Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Iincoko Onokuzisebenzisa

Iincoko Onokuzisebenzisa

●○○ UTYELELO LOKUQALA

Iphulo Lokumemela Abantu ESikhumbuzweni (Matshi 3-31): Size kukumemela kwisiganeko esikhethekileyo. Nasi esakho isimemo. NgoMgqibelo, Matshi 31, izigidi zabantu ziza kube zikhumbula ukufa kukaYesu Kristu. Esi simemo sinexesha nendawo eza kuba kuyo le ntlanganiso. Sikumemela nakwintetho enomxholo othi, “Ngubani Kanye Kanye UYesu Kristu?” eza kubakho kwiveki engaphambi kweyeSikhumbuzo.

Umbuzo Wokubuyela, Ukuba Unomdla: Kwakutheni ukuze uYesu afe?

○●○ XA UBUYELA OKOKUQALA

Umbuzo: Kwakutheni ukuze uYesu afe?

ISibhalo: Mat 20:28

Umbuzo Wokubuyela: Intlawulelo isinceda njani?

○○● XA UBUYELA OKWESIBINI

Umbuzo: Intlawulelo isinceda njani?

ISibhalo: Rom 6:23

Umbuzo Wokubuyela: Singabonisa njani ukuba sinombulelo ngentlawulelo?