Umvakalisi usebenzisa ividiyo kwisifundo seBhayibhile eMzantsi Afrika

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO Matshi 2019

Iincoko Onokuzisebenzisa

Iincoko onokuzisebenzisa ezithetha ngento eyayifunwa nguThixo xa wayedala abantu.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Indlela Yokuthanda Abantu NjengomKristu

Xa soniwe, uthando lufuna ukuba senzeni?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Wacele KuYehova Amandla Okunyamezela Nentuthuzelo

UYehova uThixo usithuthuzela aze asincede sinyamezele, esebenzisa iLizwi lakhe.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Ngaba Ukhokelwa Ngumoya KaThixo Okanye Ulawulwa Yinyama?

Wonke umntu kufuneka aqhubeke efunda ukucinga ngendlela uYehova acinga ngayo ukuze buqine ubuhlobo bakhe noThixo.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ukuphucula Ubuchule Bethu Bokushumayela—Ukubhala Kakuhle Iileta

Ziziphi izinto ofanele uhlale uzicinga, xa ubhalela umntu ongamaziyo?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ileta Engumzekelo

Ileta yakho yibhale ukuze iphumeze injongo yakho ize ilungele neemeko zasekuhlaleni.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“Igwele Elincinane Libilisa Intlama Iphela”

Ilungiselelo lokususwa komntu kubudlelane luthando njani?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Sebenzisa Iividiyo Xa Ufundisa Izifundo ZeBhayibhile

Ngaba uyazisebenzisa iividiyo xa ufundela izifundo zakho?