Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Iincoko Onokuzisebenzisa

Iincoko Onokuzisebenzisa

●○○ UTYELELO LOKUQALA

Umbuzo: Kwakutheni ukuze uThixo adale abantu?

ISibhalo: Gen 1:28

Umbuzo Wokubuyela: Sazi njani ukuba iza kwenzeka into eyayifunwa nguThixo xa wayedala abantu?

○●○ XA UBUYELA OKOKUQALA

Umbuzo: Sazi njani ukuba iza kwenzeka into eyayifunwa nguThixo xa wayedala abantu?

ISibhalo: Isa 55:11

Umbuzo Wokubuyela: Buza kuba njani ubomi xa isenzeka intando kaThixo?

○○●XA UBUYELA OKWESIBINI

Umbuzo: Buza kuba njani ubomi xa isenzeka intando kaThixo?

ISibhalo: Nd 37:10, 11

Umbuzo Wokubuyela: Kufuneka senze ntoni ukuze sizifumane ezi zinto uThixo asithembise zona?

IPHULO LOKUMEMELA ABANTU ESIKHUMBUZWENI (Matshi 23–Aprili 19):

Size kukumemela kwinkonzo ebalulekileyo. Nasi esakho isimemo. NgoLwesihlanu, Aprili 19, abantu abaninzi emhlabeni wonke baza kube bekhumbula ukufa kukaYesu Kristu. Esi simemo sinexesha nendawo eza kuba kuyo le nkonzo. Sikumemela nakwintshumayelo enomxholo othi, “Sebenzela Ukufumana Obona Bomi Bubhetele!” eza kubakho kwiveki engaphambi kweyeSikhumbuzo.

Umbuzo Wokubuyela, Ukuba Unomdla: Kwakutheni ukuze uYesu afe?