Matshi 11-17
Roma 15-16
Ingoma 33 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Wacele KuYehova Amandla Okunyamezela Nentuthuzelo”: (imiz. 10)
Rom 15:4—Ukuze uthuthuzeleke funda iLizwi LikaThixo (w17.07 14 ¶11)
Rom 15:5—Cela uYehova akuphe amandla ‘okunyamezela nentuthuzelo’ (w16.04 14 ¶5)
Rom 15:13—UYehova usinika ithemba (w14 6/15 14 ¶11)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Rom 15:27—AmaKristu angengomaYuda ‘ayenetyala’ njani kumaKristu aseYerusalem? (w89 12/1 24 ¶3)
Rom 16:25—Yintoni ‘imfihlelo engcwele ebekungathethwa ngayo kangangamaxesha ahlala ehleli’? (it-1 858 ¶5)
Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Rom 15:1-16 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yotyelelo Lokuqala: (imiz. 4) Yidlale nize nincokole ngayo.
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Sebenzisaincoko ekwiphepha lokuqala. (th isifundo 3)
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Bonisa indlela yokuphendula umninimzi ochasayo kwintsimi yenu. (th isifundo 10)
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Bonisa indlela yokuphendula umninimzi ochasayo kwintsimi yenu. (th isifundo 11)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Indlela UYehova Asinika Ngayo “Unyamezelo Nentuthuzelo”: (imiz. 15) Dlala ividiyo (yiya kwindawo ethi IBHAYIBHILE). Uze ubuze le mibuzo ilandelayo:
UYehova usithuthuzela njani?
Ungabathuthuzela njani abanye?
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) cf isahl. 5 isiqe. 1-8
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 86 Nomthandazo