Matshi 18-24
1 Korinte 1-3
Ingoma 127 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ngaba Ukhokelwa Ngumoya KaThixo Okanye Ulawulwa Yinyama?”: (imiz. 10)
[Dlala ividiyo ethi, Intshayelelo yeyoku-1 KwabaseKorinte.]
1Ko 2:14—Kuthetha ukuthini ukuba ‘ngumntu wokwenyama’? (w18.02 19 ¶4-5)
1Ko 2:15, 16—Kuthetha ukuthini ukuba ‘ngumntu wokomoya’? (w18.02 19 ¶6; 22 ¶15)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) 1Ko 1:1-17 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yokubuyela Okokuqala: (imiz. 5) Yidlale nize nincokole ngayo.
Xa Ubuyela Okokuqala: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. (th isifundo 3)
Xa Ubuyela Okokuqala: (imiz. 4 nangaphantsi) Qala ngencoko ekwiphepha lokuqala uze umbonise incwadi ethi Okufundiswa YiBhayibhile. (th isifundo 11)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Ukuphucula Ubuchule Bethu Bokushumayela—Ukubhala Kakuhle Iileta”: (imiz. 8) Ingxubusho.
Iphulo LeSikhumbuzo Liza Kuqala NgoMgqibelo, Matshi 23: (imiz. 7) Mayinikelwe ngumveleli wenkonzo. Nika bonke abakhoyo isimemo seSikhumbuzo uze uthethe ngaso. Dlala ividiyo nize nincokole ngayo. Thetha nangendlela eniza kushumayela ngayo.
• ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) cf isahl. 5 isiqe. 9-15
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 135 Nomthandazo