Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | 1 KORINTE 1-3

Ngaba Ukhokelwa Ngumoya KaThixo Okanye Ulawulwa Yinyama?

Ngaba Ukhokelwa Ngumoya KaThixo Okanye Ulawulwa Yinyama?

2:14-16

Wonke umntu kufuneka aqhubeke efunda ukucinga ngendlela uYehova acinga ngayo. (Efe 4:23, 24) Ukuze yenzeke loo nto, kufuneka umntu afunde izinto eziza kuqinisa ukholo lwakhe, abe nezinto azimisele ukumenzela zona uThixo aze azame ukuba nesiqhamo somoya.

Bunjani ubuhlobo bakho noYehova ngoku xa ubuthelekisa nonyaka ophelileyo, iminyaka eyi-10 edlulileyo okanye ngokuya wawubhaptizwa?