Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

March 25-31

1 Korinte 4-6

March 25-31
  • Ingoma 123 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Igwele Elincinane Libilisa Intlama Iphela”: (imiz. 10)

    • 1Ko 5:1, 2—Ibandla laseKorinte lalingamohlwayi umntu ongaguqukiyo

    • 1Ko 5:5-8, 13—UPawulos wathi mabalisuse “igwele” phakathi kwabo baze bamnikele kuSathana loo menzi ungaguqukiyo (it-2-E 230, 869-870)

    • 1Ko 5:9-11—Ibandla alimele libe nobuhlobo nomntu ongaguqukiyo (lvs 241)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • 1Ko 4:9—Abakhonzi bakaYehova ‘bayimiboniso yokubonelwa’ okanye yokubukelwa njani ziingelosi? (w09 5/15 24 ¶16)

    • 1Ko 6:3—Wayethetha ukuthini uPawulos xa wayesithi: “Siya kugweba iingelosi”? (it-2-E 211)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) 1Ko 6:1-14 (th isifundo 10)

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 78

  • Sebenzisa Iividiyo Xa Ufundisa Izifundo ZeBhayibhile”: (imiz. 15) Dlala nize nithethe ngevidiyo ebonisa umvakalisi edlala ividiyo yesifundo 4 sencwadi ethi Iindaba Ezilungileyo.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) cf isahl. 5 isiqe. 16-20 nebhokisi ethi “Unokumlandela Njani UYesu?

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 1 Nomthandazo