Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | 1 KORINTE 4-6

“Igwele Elincinane Libilisa Intlama Iphela”

“Igwele Elincinane Libilisa Intlama Iphela”

5:1, 2, 5-11, 13

Kutshiwo njani ukuba ilungiselelo lokususwa komntu kubudlelwane luthando, kuba akubi mnandi?

Ukususwa komntu kubonisa ukuba kuthandwa . . .

  • uYehova, kuba kungcwaliswa igama lakhe.​—1Pe 1:15, 16

  • ibandla, kuba likhuselwa ekumoshakaleni.​—1Ko 5:6

  • umntu owonileyo, kuba uncedwa abuyele ezingqondweni.​—Heb 12:11

Ungayinceda njani intsapho enomntu osusiweyo kubudlelwane?