Matshi 4-10
Roma 12–14
Ingoma 106 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Indlela Yokuthanda Abantu NjengomKristu”: (imiz. 10)
Rom 12:10—Wathande amanye amaKristu (it-1-E 55)
Rom 12:17-19—Xa woniwe, sukuphindisa (w09 10/15 8 ¶3; w07 7/1 24-25 ¶12-13)
Rom 12:20, 21—Yoyisa ububi ngokulungileyo (w12 11/15 29 ¶13)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Rom 12:1—Ithetha ukuthini le vesi? (lv 64 ¶5-6)
Rom 13:1—Amagunya akhoyo ‘abekwe njani nguThixo kwizikhundla zawo’? (w08 6/15 31 ¶4)
Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Rom 13:1-14 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Zimisele Ukufunda Nokufundisa: (imiz. 10) Dlala ividiyo ethi Buza Imibuzo nize nithethe ngayo. Emva koko ncokolani ngesifundo 3 sencwadi ethi Ukufundisa.
Intetho: (imiz. 5 nangaphatsi) w11 9/1 21-22—Umxholo: Kutheni Amakristu Kufuneka Ayibhatale Irhafu Nakuba Ngamanye Amaxesha Isenza Izinto Angazifuniyo UThixo? (th isifundo 3)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Iimfuno Zebandla: (imiz. 15)
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) cf isahl. 4 isiqe. 19-24 nebhokisi ethi “Unokumlandela Njani UYesu?”
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 55 Nomthandazo