Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | ROMA 12-14

Indlela Yokuthanda Abantu NjengomKristu

Indlela Yokuthanda Abantu NjengomKristu

12:10, 17-21

Uthando esifanele sibe nalo njengamaKristu aluthethi nje ukungaphindisi xa soniwe kodwa luthetha ukubenzela izinto ezintle abantu abasonileyo. “Ukuba utshaba lwakho lulambile, luphe ukutya; ukuba lunxaniwe, lunike into yokusela; kuba ngokwenza oku woba ufumba amalahle omlilo phezu kwentloko yalo.” (Rom 12:20) Xa sibonisa ububele kumntu oye wasona, unokude azisole.

Waziva njani xa umntu owawumkhathazile wabonisa ububele kuwe?