Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Iincoko Onokuzisebenzisa

Iincoko Onokuzisebenzisa

●○○ UTYELELO LOKUQALA

Umbuzo: Wayengubani uYesu?

Isibhalo: Mat 16:16

Umbuzo Wokubuyela: Kwakutheni ukuze uYesu afe?

○●○ XA UBUYELA OKOKUQALA

Umbuzo: Kwakutheni ukuze uYesu afe?

Isibhalo: Mat 20:28

Umbuzo Wokubuyela: Singabonisa njani ukuba siyambulela uYesu ngokusifela kwakhe?

○○● XA UBUYELA OKWESIBINI

Umbuzo: Singabonisa njani ukuba siyambulela uYesu ngokusifela kwakhe?

Isibhalo: Yoh 17:3

Umbuzo Wokubuyela: Kwenziwa ntoni kwiintlanganiso zamaNgqina KaYehova?

IPHULO LOKUMEMELA ABANTU ESIKHUMBUZWENI (Matshi 14–Aprili 7):

“Sikumemela kwinto ebalulekileyo ibe iimiliyoni zabantu ziza kuya kuyo. Siza kuba neSikhumbuzo sokufa kukaYesu.” Nika umntu othetha naye isimemo. “Esi simemo sinexesha nendawo esiza kuba kuyo esi Sikhumbuzo. Sikumemela nakwintetho ekhethekileyo eza kubakho kwiveki engaphambi kweSikhumbuzo.”

Umbuzo Wokubuyela Ukuba Unomdla: Kwakutheni ukuze uYesu afe?