Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Matshi 16-22

GENESIS 25-26

Matshi 16-22
  • Ingoma 18 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UEsawu Uthengisa Ilungelo Lakhe Lobuzibulo”: (imiz. 10)

    • Gen 25:27, 28​—UEsawu noYakobi babengamawele, kodwa yayingafani tu indlela ababezenza ngayo izinto (it-1-E 1242)

    • Gen 25:29, 30​—UEsawu wavumela ukulamba nokudinwa kwamlawula

    • Gen 25:31-34​—Kuba engenambulelo, uEsawu wathengisela uYakobi ubuzibulo bakhe ngenxa nje yesityu (w19.02 16 ¶11; it-1-E 835)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)

    • Gen 25:31-34​—Kutheni ezi vesi zingathethi ukuba kwakufuneka umntu abe nelungelo lobuzibulo ukuze abe kumnombo kaMesiya? (Heb 12:16; w17.12 15 ¶5-7)

    • Gen 26:7​—Kwakutheni ukuze uIsake angayithethi yonke inyani? (it-2-E 245 ¶6)

    • Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Gen 26:1-18 (th isifundo 5)

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU