Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Matshi 2-8

GENESIS 22-23

Matshi 2-8
  • Ingoma 89 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UThixo Wamvavanya UAbraham”: (imiz. 10)

    • Gen 22:1, 2​—UThixo wathi uAbraham makanikele ngoIsake unyana wakhe amthanda kakhulu (w12 1/1 23 ¶4-6)

    • Gen 22:9-12​—UYehova wamnqanda uAbraham xa wayeza kubulala uIsake

    • Gen 22:15-18​—UYehova wathembisa uAbraham ukuba uza kumsikelela kuba emthobele (w12 10/15 23 ¶6)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)

    • Gen 22:5​—Inoba yintoni eyenza uAbraham athi kwizicaka zakhe uza kubuya noIsake nangona wayeza kunikela ngaye? (w16.02 11 ¶13)

    • Gen 22:12​—Esi sibhalo sibonisa njani ukuba uYehova uziceba kakuhle izinto afuna zenzeke? (it-1-E 853 ¶5-6)

    • Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Gen 22:1-18 (th isifundo 2)

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU