Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | GENESIS 22-23

“UThixo Wamvavanya UAbraham”

“UThixo Wamvavanya UAbraham”

22:1, 2, 9-12, 15-18

Indlela awayebuhlungu ngayo uAbraham xa wayelungiselela ukunikela ngoIsake, isinceda sibe nomfanekiso ngqondweni wendlela uYehova awaba buhlungu ngayo xa wanikela ngoNyana wakhe, uYesu Kristu, ukuba azokusifela. (Yoh 3:16) Ivesi 2 isifundisa ntoni ngothando lukaYehova?

Indlela uYehova akuthanda kakhulu ngayo ikukhuthaza ukuba wenze ntoni?​1Ko 6:20; 1Yo 4:11