Matshi 9-15
GENESIS 24
Ingoma 132 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UIsake Ukhangelelwa Umfazi”: (imiz. 10)
Gen 24:2-4—UAbraham wathumela isicaka sakhe ukuze sikhangelele uIsake umfazi (wp16.3 14 ¶3)
Gen 24:11-15—Isicaka sika-Abraham sadibana noRebheka equleni (wp16.3 14 ¶4)
Gen 24:58, 67—URebheka wavuma ukutshatwa nguIsake (wp16.3 14 ¶6-7)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Gen 24:19, 20—Kule vesi, sifunda ntoni kwindlela uRebheka awazenza ngayo izinto? (wp16.3 12-13)
Gen 24:65—Kwakutheni ukuze uRebheka azigqume, ibe loo nto isifundisa ntoni? (wp16.3 15 ¶3)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Gen 24:1-21 (th isifundo 2)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yotyelelo Lokuqala: (imiz. 4) Ingxubusho. Dlala ividiyo uze ubuze le mibuzo: Umvakalisi uyisebenzise kakuhle njani imibuzo? Umvakalisi ubuze umninimzi ngoYesu Kristu, uye wathini emva kokuba umninimzi ephendulile?
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. (th isifundo 1)
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Phendula umntu ochasayo. (th isifundo 12)
Isimemo SeSikhumbuzo: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Umninimzi unomdla. Thetha ngevidiyo ethi Khumbula Ukufa KukaYesu (ungayidlali.) (th isifundo 11)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Iphulo LeSikhumbuzo Liza Kuqala NgoMgqibelo, Matshi 14: (imiz. 8) Ingxubusho. Nika bonke abakhoyo isimemo seSikhumbuzo uze uthethe ngaso. Dlala ividiyo nize nincokole ngayo. Thetha nangendlela eniza kushumayela ngayo.
“Ndiza Kumema Bani?”: (imiz. 7) Ingxubusho.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) ia isahl. 6 isiqe. 1-14
Amazwi Okuvala (imiz. 3 nangaphantsi)
Ingoma 44 Nomthandazo