Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Matshi 30–Aprili 5

GENESIS 29-30

Matshi 30–Aprili 5
  • Ingoma 93 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UYakobi Uyatshata”: (imiz. 10)

    • Gen 29:18-20​—UYakobi wavuma ukusebenzela uLabhan iminyaka esixhenxe kuba wayefuna ukutshata noRakeli (w03 10/15 29 ¶6)

    • Gen 29:21-26​—ULabhan waqhatha uYakobi wamnika uLeya endaweni kaRakeli (w07 10/1 8-9; it-2-E 341 ¶3)

    • Gen 29:27, 28​—UYakobi zange ancame

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)

    • Gen 30:3​—Kwakutheni ukuze uRakeli athi abantwana bakaYakobi noBhiliha ngabakhe? (it-1-E 50)

    • Gen 30:14, 15​—Inoba kwakutheni ukuze uRakeli ancame ithuba lokulala nomyeni wakhe ngenxa yokuba efuna imithuma? (w04 1/15 28 ¶7)

    • Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Gen 30:1-21 (th isifundo 2)

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU