Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

YIKHUTHALELE INTSIMI

Iincoko Onokuzisebenzisa

Iincoko Onokuzisebenzisa

Iphulo Lokumemela Abantu Esikhumbuzweni (Februwari 27–Matshi 27)

“Size kukumemela kwinkonzo ebalulekileyo ibe abantu abaninzi baza kuya kuyo. Kuza kubakho iSikhumbuzo sokufa kukaYesu.” [Okanye usenokuthi “sikubhalela” okanye “sikufowunela kuba sikumemela kwinkonzo ebalulekileyo.”] Nika [okanye thumelela] umntu othetha naye isimemo. “Esi simemo sinexesha nendawo esiza kungenela kuyo [okanye sinendlela onokungena ngayo kwesi sikhumbuzo kwi-intanethi]. Sikumemela nakwintshumayelo eza kubakho kwiveki engaphambi kweyeSikhumbuzo.”

Ukuba Unomdla: Dlala ividiyo ethi Khumbula Ukufa KukaYesu [usenokumthumelela ilinki ngeSMS okanye ngeimeyile].

Umbuzo Wokubuyela: Kwakutheni ukuze uYesu afe?

Utyelelo Lokuqala

Umbuzo: Ngubani uYesu?

Isibhalo: Mat 16:16

Umbuzo Wokubuyela: Kwakutheni ukuze uYesu afe?

LE NCWADI INASO ESI SIBHALO:

Xa Ubuyela

Umbuzo: Kwakutheni ukuze uYesu afe?

Isibhalo: Mat 20:28

Umbuzo Wokubuyela: Singabonisa njani ukuba siyambulela uYesu ngokusifela kwakhe?

LE NCWADI INASO ESI SIBHALO: