Matshi 15-21
NUMERI 11-12
Ingoma 46 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Kutheni Sifanele Sikuphephe Ukukhalaza?”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Num 11:7, 8—Indlela eyayenziwe yamnandi ngayo imana yayibubonisa njani ububele bukaYehova? (it-2-E 309)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Num 11:1-15 (th isifundo 2)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ukumemela Abantu ESikhumbuzweni: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Ukuba umninimzi unomdla, thetha ngevidiyo ethi Khumbula Ukufa KukaYesu (kodwa ungayidlali) (th isifundo 11)
Xa Ubuyela: (imiz. 3) Buyela emntwini onomdla nomnike isimemo seSikhumbuzo. (th isifundo 4)
Xa Ubuyela: (imiz. 5) Emva kwentetho yeSikhumbuzo, qalisa incoko nomntu onomdla obekhona eSikhumbuzweni, uze uphendule imibuzo anayo ngeSikhumbuzo. (th isifundo 2)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Ngaba Uyasilungiselela ISikhumbuzo?”: (imiz. 15) Ingxubusho. Yenza izaziso ngeSikhumbuzo. Dlala ividiyo ethi, Indlela Yokwenza Isonka SeSikhumbuzo.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) rr isahl. 6 ¶7-13, nebhokisi 6A
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 70 Nomthandazo