UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
Hlala Ululamile Naxa Uneengxaki
Xa uMoses wayeneengxaki nestres, kwafuneka abonise ukuba uthobeke kangakanani (Num 20:2-5; w19.02 12 ¶19)
UMoses wayeka ukuthobeka okwexeshana (Num 20:10; w19.02 13 ¶20-21)
UYehova wamohlwaya uMoses noAron ngempazamo abayenzayo (Num 20:12; w09 9/1 19 ¶5)
Umntu othobekileyo okanye olulamileyo ngumntu ozolileyo, akakhawulezi ukucaphuka ibe akanakratshi. Naxa kukho umntu omenza into ebuhlungu, uhlala enomonde, akakhawulezi ukudikwa, akabi nanzondo, okanye afune ukuziphindezela.