Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

UYehova Utshintsha Isiqalekiso Sibe Yintsikelelo

UYehova Utshintsha Isiqalekiso Sibe Yintsikelelo

AmaMowabhi ayefuna ukwenzakalisa amaSirayeli (Num 22:3-6)

UYehova wabasindisa abantu bakhe (Num 22:12, 34, 35; 23:11, 12)

Akukho kwamntu unokoyisa uYehova (Num 24:12, 13; bt 53 ¶5; it-2-E 291)

Akukho kwanto, nditsho neentlekele okanye intshutshiso enokuyekisa ukushunyayelwa kweendaba ezilungileyo kuba loo nto kukuthanda kukaThixo. Xa sineengxaki, ngaba siyakwazi ukuthembela kuTata wethu wasezulwini ukuze ukumkhonza kuhlale kusendaweni yokuqala?