Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Ngaba Umntu Omnye Angawenza Umahluko?

Ngaba Umntu Omnye Angawenza Umahluko?

AmaSirayeli alahlekiswa ngabantu bakwaMowabhi aza enza izinto ezimbi (Num 25:1, 2; lv 97 ¶1-2)

AmaSirayeli zange anyaniseke ibe azicingela wodwa, yaza loo nto yenza uYehova wanomsindo kakhulu (Num 25:3-5; lv 98 ¶4)

Umsindo kaYehova waphela ngenxa yomntu omnye owaba nesibindi waza wammela (Num 25:6-11)

KHAWUZIBUZE, ‘Kuxa kutheni apho kufuneka mna ndibe nesibindi ndize ndohluke kwabanye?’