Aprili 5-11
NUMERI 17-19
Ingoma 80 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Elakho Ilifa . . . Ndim”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Num 18:19—Kwakutheni ukuze ‘isivumelwano esiza kuhlala sihleli’ kuthiwe sisivumelwano setyiwa? (g 12/06 17 ¶7)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Num 18:1-13 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yokubuyela: (imiz. 4) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Xa Ubuyela: UYesu—Mat 20:28. Mane uyimisa ividiyo xa kuvela umbuzo, uze ubuze ibandla.
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Mnike enye yeencwadi esifundisa ngazo. (th isifundo 6)
Intetho: (imiz. 5) w18.01 18 ¶4-6—Umxholo: Kutheni Simpha Izinto UYehova? (th isifundo 20)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Iimfuno Zebandla: (imiz. 15)
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) rr isahl. 7 ¶8-15, nebhokisi 7A
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 7 Nomthandazo