Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“Elakho Ilifa . . . Ndim”

“Elakho Ilifa . . . Ndim”

UYehova wanika ababingeleli nabaLevi umsebenzi obaluleke kakhulu kwinkonzo yakhe (Num 18:6, 7)

Njengokuba abaLevi babengafumenanga lifa elizweni, elabo ilifa yayinguYehova (Num 18:20, 24; w11 9/15 13 ¶9)

AmaSirayeli ayebhatala izishumi ukuze ancede abaLevi nababingeleli (Num 18:21, 26, 27; w11 9/15 7 ¶4)

UYehova wathembisa ababingeleli nabaLevi ukuba uza kubanika zonke izinto abazidingayo. Nathi masiqiniseke ukuba uYehova uza kusixhasa xa sincama izinto ezithile ukuze simkhonze.