Matshi 1-7
NUMERI 7-8
Ingoma 4 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Izinto Esinokuzifunda Kwinkampu YamaSirayeli”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Num 8:17—Amazibulo akwaSirayeli ayengakabani? (it-1-E 835)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Num 7:1-17 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ukumemela Abantu ESikhumbuzweni: (imiz. 2) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. (th isifundo 11)
Xa Ubuyela: (imiz. 3) Buyela emntwini onomdla nomnike isimemo seSikhumbuzo. (th isifundo 6)
Xa Ubuyela: (imiz. 3) Mema umntu owawukhe wamqhubela isifundo eSikhumbuzweni. (th isifundo 12)
Xa Ubuyela: (imiz. 3) Mema umntu okwintsapho yakho owawukhe wancokola naye ngeBhayibhile eSikhumbuzweni. (th isifundo 17)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Okufezwe Yintlangano: (imiz. 5.) Dlala ividiyo ethi, Okufezwe Yintlangano, kaMatshi.
Iimfuno Zebandla: (imiz. 10)
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30.) rr isahl. 5 ¶17-22, nebhokisi 5A
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 127 Nomthandazo