Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Izinto Esinokuzifunda Kwinkampu YamaSirayeli

Izinto Esinokuzifunda Kwinkampu YamaSirayeli

Amadoda akhokelayo amisela umzekelo omhle wendlela yokukhonza uYehova (Num 7:10; it-1-E 497 ¶3)

Abakhonzi bakaThixo kufuneka babe nolungelelwano (Num 7:11; it-E-2 796 ¶1)

UYehova uyayazi imisebenzi esinokuyenza nesingena kukwazi ukuyenza (Num 8:25, 26; w04 8/1 25 ¶1)

Kule mihla, uYehova unceda abakhonzi bakhe ukuze bakwazi ukwenza izinto ngendlela elungeleleneyo, njengoko wenzayo nakumaSirayeli. Nangona kunjalo, ubona mntu ngamnye kuthi ibe uyazazi nezinto esizincamileyo ukuze simkhonze.