Matshi 22-28
NUMERI 13-14
Ingoma 118 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Indlela Ukholo Olusenza Sibe Nesibindi Ngayo”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Num 13:1-20 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Intetho: (imiz. 5) w15 9/15 14-16 ¶8-12—Umxholo: Imibuzo Esinokuzibuza Yona Ukuze Sizihlole Ukuba Sinokholo Kangakanani. (th isifundo 14)
“Konwabele Ukushumayela—Buza Imibuzo”: (imiz. 10) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Vuyiswa Kukwenza Abafundi—Phucula Indlela Ofundisa Ngayo—Buza Imibuzo.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Kutheni AmaKristu Edinga Isibindi Sokushumayela?: (imiz. 8) Ingxubusho. Dlala le vidiyo. Uze ubuze le mibuzo: Zeziphi iingxaki awayenazo uKitty Kelly? Yintoni eyamenza waba nesibindi? Kwamnceda njani ukuba nesibindi?
Kutheni AmaKristu Edinga Isibindi Sokungathathi Cala?: (imiz. 7) Ingxubusho. Dlala le vidiyo. Uze ubuze le mibuzo: Zeziphi iingxaki awayenazo uAyenge Nsilu? Wancedwa yintoni ukuze ahlale enesibindi? Yintoni eyamnceda waqhubeka ethembele ngoYehova?
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) rr isahl. 6 ¶14-19
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 143 Nomthandazo