Matshi 29–Aprili 4
NUMERI 15-16
Ingoma 101 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Kulumkele Ukuba Nekratshi Nokuzithemba Kakhulu”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Num 15:32-35—Sifunda ntoni kweli bali? (w98 9/1 20 ¶1-2)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Num 15:1-16 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yotyelelo Lokuqala: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Utyelelo Lokuqala: UYesu—Mat 16:16. Mane uyimisa ividiyo xa kuvela umbuzo, uze ubuze ibandla.
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. (th isifundo 1)
Intetho: (imiz. 5) w15 5/15 10 ¶5-6—Umxholo: Ngaba Yinto Embi Ukuba Nebhongo Xa Senze Into Entle? (th isifundo 8)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Ungabalinganisi Abantu Abanganyanisekanga”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Ungafani Namawexu-wexu Awamlahlayo UYehova.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) rr isahl. 7 ¶1-7, qale udlale ividiyo yentshayelelo
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 126 Nomthandazo