Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

YIKHUTHALELE INTSIMI

Iincoko Onokuzisebenzisa

Iincoko Onokuzisebenzisa

Iphulo Lokumemela Abantu Esikhumbuzweni (Matshi 19–Aprili 15)

“Sikumemela kwinto ebalulekileyo ibe iimiliyoni zabantu ziza kuya kuyo. Siza kuba neSikhumbuzo sokufa kukaYesu.” Nika okanye thumelela umntu othetha naye isimemo. “Esi simemo sinexesha nendawo esiza kuba kuyo esi Sikhumbuzo [okanye sinendlela onokungena ngayo kwesi Sikhumbuzo kwi-intanethi]. Sikumemela nakwintetho ekhethekileyo eza kubakho kwiveki engaphambi kweSikhumbuzo.”

Ukuba Unomdla: Dlala ividiyo ethi Khumbula Ukufa KukaYesu [usenokumthumelela ilinki ngeSMS okanye ngeimeyile].

Umbuzo Wokubuyela: Kwakutheni ukuze uYesu afe?

Utyelelo Lokuqala * (Matshi 1-18, Aprili 16-30)

Umbuzo: Ngubani uYesu?

Isibhalo: Mat 16:16

Umbuzo Wokubuyela: Kwakutheni ukuze uYesu afe?

Xa Ubuyela *

Umbuzo: Kwakutheni ukuze uYesu afe?

Isibhalo: Mat 20:28

Umbuzo Wokubuyela: Singabonisa njani ukuba siyambulela uYesu ngokusifela kwakhe?

^ isiqe. 7 ^ isiqe. 11 Ungawutshintsha umbuzo nombuzo wokubuyela uze uthethe ngezinto abantu abanomdla kuzo ekuhlaleni.