Matshi 14-20
1 SAMUWELI 14-15
Ingoma 89 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ukuthobela Kubhetele Kunomnikelo”: (imiz. 10)
“Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
1Sa 15:24—Impazamo kaSawule isifundisa ntoni ngokusizela abantu naxa kungeyomfuneko? (it-1-E 493)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 1Sa 15:1-16 (th isifundo 2)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yokubuyela: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Xa Ubuyela: UYesu—Mat 20:28. Mane uyimisa ividiyo xa kuvela umbuzo, uze ubuze ibandla.
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mnike enye yeencwadi esifundisa ngazo. (th isifundo 3)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Cela ukumqhubela isifundo seBhayibhile, uze uthethe ngevidiyo ethi Yintoni Eyenziwayo Xa Kufundwa IBhayibhile? (kodwa ungayidlali) (th isifundo 11)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Iphulo LeSikhumbuzo Liza Kuqala NgoMgqibelo, Matshi 19: (imiz.10) Ingxubusho. Thetha ngesimemo. Thetha nangendlela enizokwenza ngayo kwintetho ekhethekileyo, kwiSikhumbuzo nendlela eniza kushumayela ngayo. Dlala ividiyo yendlela yokuqala incoko nize nincokole ngayo.
Yiba Ngumhlobo KaYehova—Thobela UYehova: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) rr isahl. 22 ¶1-9, qala udlale ividiyo yentshayelelo
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 10 Nomthandazo