UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
Ngaba Wenza Ungacinganga?
UDavide weza nesicelo esivakalayo kodwa uNabhali wathetha kakubi naye kunye namadoda akhe (1Sa 25:7-11; ia 78 ¶10-12)
UDavide wayefuna ukubulala onke amadoda akwindlu kaNabhali (1Sa 25:13, 21, 22)
UAbhigali wanceda uDavide ukuba angabi netyala legazi (1Sa 25:25, 26, 32, 33; ia 80 ¶18)
KHAWUZIBUZE: ‘Ngaba ndiye ndenze ndingacinganga xa ndinomsindo, xa ndithenga okanye xa ndityhafile? Okanye ndiyacinga ngemiphumo ngaphambi kokuba ndenze?’—IMi 15:28; 22:3.