Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Ukuzithemba Kakhulu Kwenza Uhlazeke

Ukuzithemba Kakhulu Kwenza Uhlazeke

UKumkani uSawule wayevakalelwa kukuba ukwingxaki enzima nyhani (1Sa 13:5-7)

Endaweni yokuba athobeke aze enze ngendlela efunwa nguYehova uSawule wazithemba kakhulu (1Sa 13:8, 9; w00 8/1 13 ¶17)

UYehova wamohlwaya uSawule (1Sa 13:13, 14; w07 6/15 27 ¶8)

Xa umntu esenza into engafanelanga ukuba yenziwe nguye, loo nto ithetha ukuba uzithembe kakhulu. Ukuzithemba kakhulu akufani tu nokuthobeka. Zeziphi iimeko ezinokwenza ukuba umntu aphele ezithemba kakhulu?