Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UDavide ujonge uGoliyati

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“LelikaYehova Idabi”

“LelikaYehova Idabi”

UDavide wayenokholo kuYehova kuba wayeyazi indlela uYehova awayekhe waqhubana ngayo naye ngaphambili (1Sa 17:36, 37; wp16.5 11 ¶2-3)

UDavide wajonga indlela uYehova amkhulu ngayo kuGoliyati, hayi indlela yena amncinci ngayo kuye (1Sa 17:45-47; wp16.5 11-12)

UYehova wanceda uDavide ukuba aloyise utshaba olwalunamandla nolwalusoyikeka (1Sa 17:48-50; wp16.5 12 ¶4; jonga umfanekiso ongaphandle)

Ngamanye amaxesha siye sibe neengxaki ezinkulu njengokutshutshiswa nokwenza izinto ezimbi. Masikhumbule ukuba xa sibona ngathi iingxaki zinkulu, zincinci xa zithelekiswa namandla kaYehova.—Yob 42:1, 2.