Aprili 4-10
1 SAMUWELI 20–22
Ingoma 90 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Unganguye Njani Umhlobo Olungileyo?”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
1Sa 21:12, 13—Sifunda ntoni kwinto eyenziwa nguDavide? (w05 3/15 24 ¶4)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 1Sa 22:1-11 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Xa Ubuyela: (imiz. 2) Buyela emntwini onomdla nomnike isimemo seSikhumbuzo. (th isifundo 6)
Xa Ubuyela: (imiz. 5) Emva kwentetho yeSikhumbuzo, qalisa incoko nomntu obummemele eSikhumbuzweni, uze uphendule imibuzo anayo ngeSikhumbuzo. (th isifundo 12)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5) lff isifundo 04 isiqendu 3 (th isifundo 20)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Ngoobani Abahlobo Bakho Kwiiwebhsayithi Zokuncokola?”: (imiz. 10) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Zisebenzise Kakuhle IiWebhsayithi Zokuncokola.
Zamkele Iindwendwe Zethu: (imiz. 5) Intetho enikelwa ngumveleli wenkonzo ekwiNcwadi Yeentlanganiso Yobomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela kaMatshi 2016. Xelela ibandla ngendlela eliqhuba ngayo kweli phulo leSikhumbuzo. Jonga uFundo LweBhayibhile LweSikhumbuzo olukwiphepha 10 no-11, uze ubakhuthaze ukuba iintliziyo zabo bazilungiselele iSikhumbuzo. (Ezr 7:10) Khumbuza abavakalisi ngendawo esiza kuqhutyelwa kuyo okanye indlela esiza kubukelwa ngayo iSikhumbuzo.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) rr Utshintsho Olukule Ncwadi, umbuzo 1-4
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 95 Nomthandazo