Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

YIKHUTHALELE INTSIMI

Iincoko Onokuzisebenzisa

Iincoko Onokuzisebenzisa

IPHULO LOKUMEMELA ABANTU ESIKHUMBUZWENI (Matshi 11–Aprili 4)

“Sikumemela kwinto ebalulekileyo ibe iimiliyoni zabantu ziza kuya kuyo. Siza kuba neSikhumbuzo sokufa kukaYesu.” Nika okanye thumelela umntu othetha naye isimemo. “Esi simemo sinexesha nendawo esiza kuba kuyo esi Sikhumbuzo. Sikumemela nakwintetho ekhethekileyo eza kubakho kwiveki engaphambi kweSikhumbuzo.”

Ukuba Unomdla: Dlala ividiyo ethi Khumbula Ukufa KukaYesu [usenokumthumelela ilinki ngeimeyile okanye ngenye indlela].

Umbuzo Wokubuyela: Kwakutheni ukuze uYesu afe?

UTYELELO LOKUQALA (Matshi 1-10, Aprili 5-30)

Umbuzo: Ngubani uYesu?

Isibhalo: Mat 16:16

Umbuzo Wokubuyela: Kwakutheni ukuze uYesu afe?

XA UBUYELA

Umbuzo: Kwakutheni ukuze uYesu afe?

Isibhalo: Mat 20:28

Umbuzo Wokubuyela: Singabonisa njani ukuba siyambulela uYesu ngokusifela kwakhe?