Aprili 10-16
2 KRONIKE 8-9
Ingoma 88 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Wayebuxabisa Ubulumko”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
2Kr 9:19—Izitatyu zeengonyama eziyi-12 ezazikwizitepsi eziya etroneni kaSolomon kusenokwenzeka ukuba zazimela ntoni? (it-2-E 1097)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 2Kr 8:1-16 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yotyelelo Lokuqala: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Utyelelo Lokuqala: UYesu—Mat 16:16. Mane uyimisa ividiyo xa kuvela umbuzo, uze ubuze ibandla.
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Phendula umntu ochasa ngendlela ekuchaswa ngayo ekuhlaleni. (th isifundo 2)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5) lff isifundo 09 isiqendu 6 (th isifundo 19)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Ukukhangela Ubulumko Ngokufunda IBhayibhile Yonke Imihla”: (imiz. 15) Ingxubusho nevidiyo.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 42 nesihlomelo 4
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 131 Nomthandazo