Aprili 17-23
2 KRONIKE 10-12
Ingoma 103 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Icebiso Lobulumko Linokukunceda”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
2Kr 11:15—Indawo ethi “nabeedemon ezimilise okweebhokhwe” kule vesi, kusenokwenzeka ukuba yayibonisa ntoni? (it-1-E 966-967)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 2Kr 10:1-15 (th isifundo 2)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Phendula umntu ochasa ngendlela ekuchaswa ngayo ekuhlaleni. (th isifundo 12)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mnike enye yeencwadi ezikwi-Teaching Toolbox. (th isifundo 6)
Intetho: (imiz. 5) be 69 ¶4-5—Umxholo: Ziqeqeshe IZifundo Zakho ZeBhayibhile Xa Zicela Icebiso. (th isifundo 20)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Indlela Yokusebenzisa Iividiyo Ezithetha Ngesifundo SeBhayibhile”: (imiz. 5) Intetho nevidiyo. Dlala ividiyo ethi Siyakwamkela Kwisifundo Sakho SeBhayibhile.
Iimfuno Zebandla: (imiz. 10)
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 43
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 121 Nomthandazo