Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Matshi 27–Aprili 2

2 KRONIKE 5-7

Matshi 27–Aprili 2

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Intliziyo Yam Iza Kuhlala Ilapho”: (imiz. 10)

  • Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)

    • 2Kr 6:29, 30​—Anokusithuthuzela njani amazwi omthandazo kaSolomon? (w10 12/1 11 ¶7)

    • Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 2Kr 6:28-42 (th isifundo 11)

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Ukumemela Abantu Esikhumbuzweni: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Ukuba umninimzi unomdla, thetha ngevidiyo ethi Khumbula Ukufa KukaYesu (kodwa ungayidlali) (th isifundo 3)

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4) Emva kwentetho yeSikhumbuzo, qalisa incoko nomntu obummemele eSikhumbuzweni, uze uphendule imibuzo anayo ngeSikhumbuzo. (th isifundo 17)

  • Intetho: (imiz. 5) w93 2/1 31​—Umxholo: Simele Sithini Xa Singakwazi Ukuya ESikhumbuzweni Ngenxa Yeemeko Ezingaphephekiyo? (th isifundo 18)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU