UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Intliziyo Yam Iza Kuhlala Ilapho”
UYehova wazikhethela itempile ngokwakhe (2Kr 7:11, 12)
UYehova wathi intliziyo yakhe yayizakusoloko ilapho, nto leyo ebonisa ukuba wayeza kuyikhathalela kakhulu into eyenzeka etempileni (2Kr 7:16; w02 11/15 5 ¶1)
Xa abantu babengamthobeli uYehova “ngentliziyo yabo yonke,” wayeza kuvumela ukuba itshatyalaliswe itempile (2Kr 6:14; 7:19-21; it-2-E 1077-1078)
Abantu babecinga ukuba babeza kusoloko beyikhathalele indlela abamkhonza ngayo uYehova xa kwanikezelwa itempile. Okubuhlungu, kancinci kancinci abantu baphelelwa ngumdla wokukhonza uYehova.
KHAWUZIBUZE, ‘Ndibonisa njani ukuba ndiyihoye kakhulu indlela endikhonza ngayo?’