Matshi 6-12
1 KRONIKE 23–26
Ingoma 123 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Kwakukhonzwa Ngocwangco Kakhulu Etempileni”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
1Kr 25:7, 8—Ezi vesi zibonisa njani ukubaluleka kokuculela uYehova iingoma zokumdumisa? (w22.03 22 ¶10)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 1Kr 23:21-32 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yokumemela Abantu ESikhumbuzweni: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Iphulo Lokumemela Abantu Esikhumbuzweni. Mane uyimisa ividiyo xa kuvela umbuzo, uze ubuze ibandla.
Ukumemela Abantu ESikhumbuzweni: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Emva kokuba umninimzi ebonise umdla, uze uthethe ngevidiyo ethi Khumbula Ukufa KukaYesu (kodwa ungayidlali). (th isifundo 11)
Intetho: (imiz. 5) w11 6/1 14-15—Umxholo: Kutheni AmaKristu Elungelelene? (th isifundo 14)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Indlela Yokuncedisa Emva Kokuba Kwehle Intlekele”: (imiz. 10) Ingxubusho nevidiyo.
Iphulo LeSikhumbuzo Liza Kuqala NgoMgqibelo, Matshi 11: (imiz. 5) Ingxubusho. Ngokufutshane thetha ngesimemo. Thetha nangendlela eniza kwenza ngayo kwintetho ekhethekileyo, kwiSikhumbuzo nendlela eniza kushumayela ngayo.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 39 nesihlomelo 3
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 127 Nomthandazo