Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Kwakukhonzwa Ngocwangco Kakhulu Etempileni

Kwakukhonzwa Ngocwangco Kakhulu Etempileni

UKumkani uDavide wababeka abaLevi kunye nababingeleli ukuba bakhonze etempileni(1Kr 23:6, 27, 28; 24:1, 3; it-2-E 241, 686)

Iincutshe zomculo kunye nabafundi babelwa ukuba bakhonze uYehova ngokuthi benze umculo (1Kr 25:1, 8; it-2-E 451-452)

AbaLevi babesebenza njengoonogada basegeyithini, abagcini mali kunye namagosa (1Kr 26:16-20; it-1-E 898)

Sikhonza uYehova ngocwangco kuba naye unocwangco.​—1Ko 14:33.

KHAWUCINGE NGALE NTO: Ibandla lamaKristu namhlanje limkhonza njani uYehova ngocwangco?