UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
Simele Sithembele Nini NgoYehova?
UAsa wathembela ngoYehova ukuze oyise umkhosi omkhulu (2Kr 14:9-12; w21.03 5 ¶12)
Kodwa ekuhambeni kwexesha uAsa wathembela kumaSiriya ukuze oyise omnye umkhosi owayenamajoni ambalwa (2Kr 16:1-3; w21.03 5 ¶13)
UYehova zange ayithande into yokuba uAsa engaqhubeki elucela Kuye uncedo (2Kr 16:7-9)
Sisenokuthembela ngoYehova xa kufuneka senze isigqibo esitshintsha ubomi bethu, kodwa ngaba siyamthemba nangamanye amaxesha? Kubalulekile ukuba sisoloko simthemba kwinto yonke uYehova.—IMi 3:5, 6; w21.03 6 ¶14.